umzimba - body - le corps

Xhosa English français
ixolo skin la peau
inwele / iinwele hair cheveu(x), poil(s)
ukhakayi skull le crâne
ubuchopho brain le cerveau
intloko head la tête
ibunzi, isiphongo [Zulu] forehead le front
ubuso face le visage
iliso, ihlo / amehlo eye(s) l'œil / les yeux
indlebe / iindlebe ear(s) oreille(s)
impumlo nose le nez
intshebe mustache la moustache
iindevu beard la barbe
isidlele / izidlele cheek(s) joue(s)
umlebe / imilebe lip(s) lèvre(s)
umlomo mouth la bouche
ulwimi tongue la langue
izinyo / amazinyo tooth / teeth dent(s)
isilevu chin le menton
intamo neck le cou
umqala throat la gorge
isifuba chest la poitrine
ibele / amabele breast(s) sein(s)
intliziyo heart le cœur
igazi blood le sang
umphunga / imiphunga lung(s) poumon(s)
umbhono belly button, navel le nombril
umkhaba belly le ventre, l'abdomen
isisu stomach l'estomac
ulusu, ithumbu / amathumbu intestine(s) intestin(s)
isibindi liver le foie
intso / izintso kidney(s) rein(s)
isihlunu / izihlunu muscle(s) "
umthambo-luvo nerve le nerf
ihleza / iihleza,
ithambo / amathambo
bone(s) os
skeleton le squelette
umhlana back le dos
ubambo / iibambo,
imbambo / iimbambo
rib(s) côte(s)
igxalaba / amagxalaba shoulder(s) épaule(s)
ingalo / iingalo arm(s) bras
ingqiniba elbow le coude
isihlahla wrist le poignet
inqindi / amanqindi fist(s) poing(s)
isandla / izandla hand(s) main(s)
ubhontsi, usithupha thumb le pouce
umnwe / iminwe finger(s) doigt(s)
uzipho fingernail l'ongle
umnqundu anus "
impundu / iimpundu buttock(s) fesse(s)
ithanga / amathanga thigh(s) cuisse(s)
umlenze / imilenze leg(s) jambe(s)
idolo knee le genou
isiquluba calf le mollet
iqatha ankle la cheville
isithende heel le talon
unyawo / iinyawo foot / feet pied(s)
uzwane / iinzwane toe(s) orteil(s)


medicine - la médecine

Xhosa English français
impilo health la santé
isifo / izifo, isigulo / izigulo disease(s) maladie(s)
i-ambulensi ambulance "
isibhedlele / izibhedlele hospital(s) l'hôpital / les hôpitaux
iklinikhi clinic la clinique
umongikazi / oomongikazi nurse(s) infirmière(s)
inyangi, igqirha [traditional] witch doctor le guérisseur traditionnel
ugqirha / oogqirha physician(s), medical doctor(s) médecin(s), "docteur(s)"
ugqirha lamazinyo dentist le dentiste
ugqirha wokuhlinza surgeon le chirurgien
ikhemesti
usokhemisti
pharmacy, drugstore
pharmacist
la pharmacie
le pharmacien
iyeza / amayeza medication médicament(s)
condom le préservatif, la "capote"
ugawulayo, ingculaza AIDS le SIDA