indlu / izindlu - house(s) - maison(s)

Xhosa English français
iGadi, umyezo / imiyezo,
isitiya / izitiya
garden(s) jardin(s)
iYadi yard, courtyard la cour
iqula / amaqula,
umthombo / imithombo
fountain(s) fontaine(s)
umbiyelo / imibiyelo,
ingcingo / iingcingo
fence(s) barrière(s)
uphahla roof le toit
udonga / iidonga wall(s) mur(s)
iBhalkoni balcony le balcon
ifestile / iifestile, ifasitela [Zulu] window(s) fenêtre(s)
iKhetini / iiKhetini curtain(s) rideau(x)
ucango / iingcango,
umnyango / iminyango, isivalo [Zulu]
door(s) porte(s)
iqhagi lock
padlock
la serrure
le cadenas
isitshixo / izitshixo key(s) clé(s), clef(s)
corridor couloir
iLeri ladder l'échelle
isiteps / iziteps stairway / stairs escalier(s)
iLifti, uMatshini wokuphakamisa lift, elevator l'ascenseur
umgangatho floor, storey l'étage
igumbi lokuhlala living-room la salle de séjour
iDesika desk le bureau
umzobo / imizobo painting(s) peinture(s), tableau(x)
umabona-kude television la télévision
unomathotholo, iRadio radio "
igumbi / amagumbi, ikamelo [Zulu] room(s) salle(s), pièce(s)
igumbi lokulala bedroom la chambre
iBhedi / iiBhedi bed(s) lit(s)
iKhapethi carpet le tapis
isibane / izibane candle(s)
lamp(s)
bougie(s)
lampe(s)
iKhitshi kitchen la cuisine
iMatshisi / iiMatshisi match(es) allumette(s)
i-Oveni oven le four
iFriji "fridge" le "frigo", (réfrigérateur)
iSinki sink l'évier
igumbi lokutyela dining-room la salle à manger
iTafile / iiTafile table(s) "
isitulo / izitulo stool(s)
chair(s)
tabouret(s)
chaise(s)
armchair le fauteuil
iSofa sofa, couch le divan, canapé
impahla yendlu furniture les meubles
iKhabhathi cupboard l'armoire
igumbi lokuhlambela, iBhafrum bathroom la salle de bain
iBhafu bath
bathtub
le bain
la baignoire
iShawari shower la douche
iTawuli towel la serviette
isitya sokuhlambela washbasin le lavabo
sponge l'éponge
isicoci / izicoci soap(s) savon(s)
shampoo le shampooing
iReyizara razor le rasoir
inkcaza, iKama comb le peigne
iBrashi hairbrush la brosse (à cheveux)
toothbrush la brosse à dents
intlama yamazinyo toothpaste le dentifrice
lipstick le rouge à lèvres
isipili / izipili mirror(s) miroir(s)
isiqholo / iziqholo perfume(s) parfum(s)
indlu yangasese,
iThoyilethi / iiThoyilethi
toilet, W.C. les toilettes
iphepha leThoyilethi toilet paper le papier toilettes
inkunkuma / iinkunkuma garbage, rubbish, trash les déchets, ordures
imigqomo enkunkuma dustbin, trash can la poubelle
i-emele bucket, pail le seau
umtshayelo broom le balai
vacuum cleaner l'aspirateur
uMatshini wokuhlamba izitya dish washer le lave-vaisselle
uMatshini wokuhlamba (impahla) washing machine le lave-linge
i-Ayini iron le fer à repasser