iinyanga zonyaka
months of the year - les mois de l'année

Xhosa English français
uJanuwari january janvier
uFebruwari february février
uMatshi march mars
uTshazimpunzi u-April april avril
uMeyi may mai
eyeSilimela uJuni june juin
eyeKhala uJulayi july juillet
eyeThupa u-Agasti august août
eyoMsintsi uSeptemba september septembre
eyeDwara u-Okthoba october octobre
eyeKanga uNovemba november novembre
eyoMnga uDisemba december décembre


amaxesha (onyaka)
seasons - les saisons

Xhosa English français
intlakohlaza Spring le printemps
ihlobo Summer l'été
ukwindla Autumn, (Fall) l'automne
ubusika Winter l'hiver