uhambo - transportation - le transport

Xhosa English français
umhambi / abahambi,
umkhenkethi / abakhenkethi
traveler(s) voyageur(s)
umgodlo, umthwalo / imithwalo luggage, baggage les bagages
iSutkeyisi suitcase la valise
isazisi, i-Ayidi card of identity la carte d'identité
imvume yokungena visa "
incwadana yokundwendwela passport le passeport
isikhululo (senqwelo-moya) airport l'aéroport
inqwelo-moya,
iBhaloni / iiBhaloni
airplane(s) avion(s)
iHelikoptha / iiHelikoptha helicopter(s) hélicoptère(s)
izibuko, ichweba port "
isikhupe, isikhephe / izikhephe ship(s)
boat(s)
navire(s)
bateau(x)
departure le départ
ukufika arrival l'arrivée
iTikiti / amaTikiti ticket(s) billet(s) de transport
uloliwe / iiloliwe, isitimela [Zulu] train(s) "
isitishi sikaloliwe train station la gare
umgaqo / imigaqo road(s) route(s)
umqhubi / abaqhubi driver(s) conducteur(s), chauffeur(s)
iLori / iiLori lorry / lorries, truck(s) camion(s)
iBhasi bus l'autobus
isitophu stop l'arrêt
iTeksi / iiTeksi taxi(s) "
umqhubi weTeksi taxi driver le chauffeur de taxi
inqwelo-mafutha, iMoto car l'automobile, la voiture
iVili / amaVili wheel(s) roue(s)
injini motor le moteur
iPetroli
impompo yePetroli
petrol, gasoline
petrol pump
l'essence
la pompe à essence
iSitishi gas station la station d'essence
iGaraji garage "
isithuthuthu / izithuthuthu motorcycle(s), moped(s) moto(s)
iBhayisekile / iiBhayisekile bicycle(s), bike(s) bicyclette(s), vélo(s)
traffic lights les feux de circulation
iPevimente pavement, sidewalk le trottoir
umntu ohamba ngeenyawo pedestrian piéton